Part I: Bahle Bagezile










Part II: Matrimony







Part III: Shoot-me







Part IV: Reception




















Part V: Traditions 
















NGONO!
Rhadebe.
Mthimkhulu
thanga limkhuma lidliwa ngabantwana.
ndlebe-ntle zombini.
zikode.
nasele.
mpundwezincinci ezilingene ukusuza.
Mashiy' amahle engacikidwanga.
nonkal'obhucudaka ngenxa yendlala.
Mashabada owashwabadel' inkomo neempondo zayo.
umkhulu thixo kodwa hay' awunganga bhungane.
ngelengele.
Hlubi, hlubelihle.
nwele zashiy' indawo zamileqaqeni.
ngquma.
mafongosi kuba singo-mafuzafulele okwelifu lemvula, abathi bokosa lezise izulu.
silo esimehlo abomvu esijonga umntu ngathi simjamele.
nzipho zimnyama ngokuqhayela.
sibolude lungathobeli ekhusini kodwa kwezinde luyathobeka.